Загрузка страницы

NGCONDE-AMAHUKU

Le yi video ye ngoma ka NGCONDE ethi amaHuku apho ahewula khona ku mongo lo wengoma umkhuba wabazali babantwana okanye abantu abaphantsi kwabo apho babathuma ngaphandle ukuba bayozixhaphaza ngokwenyama khona ukuze bazuze nto nto leyo ephazamisana ne kamva labo nanje ngabanru bangomso nekude le esiNtwini sakowethu nengangqamelani nongamelana naso! Camagu

"ndibulela iintombi zoMjongumsobomvu ngokundincedisa kule video yale" lawo ngamazwi ka Ngconde

Yifumane yona ingoma yamaHuku kwezi links zilandelayo

https://music.amazon.com/albums/B08PP5K9KP?marketplaceId=ATVPDKIKX0DER&musicTerritory=US&trackAsin=B08PP1PB2F

https://music.apple.com/us/album/amahuku/1543354483?i=1543354485

https://deezer.page.link/ELwXgZFaFjD8p8kEA

https://open.spotify.com/track/0RDDcISIyyCi7MmAm0io4U?si=O88IsUAATCWoRRdGUZQiUA

https://tidal.com/browse/album/164863180

YIYOLE I YOUTUBE CHANNEL YAKHE
https://youtube.com/channel/UCWApV9VnOf0cmeAlXuWv4Tw

Видео NGCONDE-AMAHUKU канала Jongumsobomvu Traditional Dancers
Показать
Комментарии отсутствуют
Введите заголовок:

Введите адрес ссылки:

Введите адрес видео с YouTube:

Зарегистрируйтесь или войдите с
Информация о видео
30 января 2021 г. 10:34:16
00:03:08
Яндекс.Метрика