Загрузка страницы

Hymn 65♡Wazithwal’ izoono, Yesu,Zingezoono zaKho ;Walihlaw’ityala, Yesu,Lingetyala laKho ₍Yₑₐᵣ ₂₀₁₀₎

1. Wazithwal’ izoono, Yesu,
Zingezoono zaKho ;
Walihlaw’ ityala, Yesu,
Lingetyala laKho.

2. Wawungumntu oneentsizi,
Ungemooni Wena ;
Laphalal’igazi laKho,
Uyingcwele Wena.

3. Iziphoso zethu zonke
Zabalelwa kuWe ;
Nezilandu zethu zonke
Zabalelwa kuWe.

4. Sixolelwa, siphiliswa,
Ngezo ntlungu zaKho ;
Siya hlanjwa ezonweni,
Ngelo gazi laKho. Amen

Видео Hymn 65♡Wazithwal’ izoono, Yesu,Zingezoono zaKho ;Walihlaw’ityala, Yesu,Lingetyala laKho ₍Yₑₐᵣ ₂₀₁₀₎ канала Nomzamo Methodist Church [Circuit 0339]
Показать
Комментарии отсутствуют
Введите заголовок:

Введите адрес ссылки:

Введите адрес видео с YouTube:

Зарегистрируйтесь или войдите с
Информация о видео
29 ноября 2020 г. 13:13:51
00:04:16
Другие видео канала
Hymn 11♡ Bulelani ku Yehova, Kuba elungile ; Kuba ububele baKhe bubobaphakade. ⚛♥♥ ₍Yₑₐᵣ ₂₀₁₀₎Hymn 11♡ Bulelani ku Yehova, Kuba elungile ; Kuba ububele baKhe bubobaphakade. ⚛♥♥ ₍Yₑₐᵣ ₂₀₁₀₎Bongani inkosi yezulu byBongani inkosi yezulu byRhabe Hymn 121, Phakamis’ iingcinga zethuRhabe Hymn 121, Phakamis’ iingcinga zethuHymn 67♡ Wakrazulwa ngenxa yam ukuze ndizifihle kuWe   ♥♥♥♥⁽ⁱᴾᵃˢⁱᵏᵃ ᵏᵃ ²⁰⁰⁹⁾Hymn 67♡ Wakrazulwa ngenxa yam ukuze ndizifihle kuWe ♥♥♥♥⁽ⁱᴾᵃˢⁱᵏᵃ ᵏᵃ ²⁰⁰⁹⁾False Bay Circuit Passover 2016 - Kumkani wengcwalisaFalse Bay Circuit Passover 2016 - Kumkani wengcwalisaKungawo Amandla (315 Singabazalwane, Singabazalwane) East London Circuit 313 YMGKungawo Amandla (315 Singabazalwane, Singabazalwane) East London Circuit 313 YMGHymn 265♡ Bongani Bongani inKosi yeZulu kunamhla sibon' ukukhanya kwe Cawa! ₍Yₑₐᵣ ₂₀₁₀₎ ••°♡Hymn 265♡ Bongani Bongani inKosi yeZulu kunamhla sibon' ukukhanya kwe Cawa! ₍Yₑₐᵣ ₂₀₁₀₎ ••°♡Hymn264 ♡ Yi Sabatha namhla, nKosi, IyiMini yaKho ⁽ⁱᴾᵃˢⁱᵏᵃ ᵏᵃ ²⁰¹¹⁾ ⁻ ²⁴/⁰⁴/²⁰¹¹Hymn264 ♡ Yi Sabatha namhla, nKosi, IyiMini yaKho ⁽ⁱᴾᵃˢⁱᵏᵃ ᵏᵃ ²⁰¹¹⁾ ⁻ ²⁴/⁰⁴/²⁰¹¹Hymn 16 ♡ Wazidala iinto zonke (verse 6!) ♪♪♥             ¹⁰ᵗʰ ᵁᵀˢʰᵃᶻⁱᵐᵖᵘⁿᶻⁱ ²⁰⁰⁹ ᴾᵃˢˢᵒᵛᵉʳHymn 16 ♡ Wazidala iinto zonke (verse 6!) ♪♪♥ ¹⁰ᵗʰ ᵁᵀˢʰᵃᶻⁱᵐᵖᵘⁿᶻⁱ ²⁰⁰⁹ ᴾᵃˢˢᵒᵛᵉʳBishop Matyumza - ukubanjwa kukaYesuBishop Matyumza - ukubanjwa kukaYesuCoGH District Choir-Siyakudmisa ThixoCoGH District Choir-Siyakudmisa ThixoFalse Bay Circuit Easter 2019 - Sicela kuwe menzi wethuFalse Bay Circuit Easter 2019 - Sicela kuwe menzi wethuHymn 258♡ (verse4) Sendiyibon' iKanana engunaphakade   ♡••°♡  [Jerusalem ikhaya lam, Endilithandayo]Hymn 258♡ (verse4) Sendiyibon' iKanana engunaphakade ♡••°♡ [Jerusalem ikhaya lam, Endilithandayo]Mazithi ngqondo zethu zimbonge u YehovaMazithi ngqondo zethu zimbonge u YehovaRev Mehana - Bellville Circuit No.102 Covenant Service 2014Rev Mehana - Bellville Circuit No.102 Covenant Service 2014Rhabe Hymn 288, Mus’ukundilahla, NkosiRhabe Hymn 288, Mus’ukundilahla, NkosiHymn 314♡ Yilwani imfazawe! Idabi lokholo. Xhobani zonk' izixhobo Zomkhosi kaThixo! ⚛♥♥ ₍Yₑₐᵣ ₂₀₁₀₎Hymn 314♡ Yilwani imfazawe! Idabi lokholo. Xhobani zonk' izixhobo Zomkhosi kaThixo! ⚛♥♥ ₍Yₑₐᵣ ₂₀₁₀₎False Bay Circuit Easter 2019 - Bulelani kuYehovaFalse Bay Circuit Easter 2019 - Bulelani kuYehovaHymn 178♡ (verse 3) Hay' ukuba nzima  ¹²/⁰¹/²⁰²⁰Hymn 178♡ (verse 3) Hay' ukuba nzima ¹²/⁰¹/²⁰²⁰Hymn264 ♡ verse 4&5  Yi Sabatha namhla, nKosi, IyiMini yaKho ;Hymn264 ♡ verse 4&5 Yi Sabatha namhla, nKosi, IyiMini yaKho ;
Яндекс.Метрика